Isaya 52:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Jonga! Umkhonzi wam+ uza kwenza ngobulumko. Uza kuphakanyiselwa phezulu,Uza kunyuswa aze aphakanyiswe kakhulu.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 52:13 IMboniselo,1/15/2009, iphe. 24-25 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 195-197
13 Jonga! Umkhonzi wam+ uza kwenza ngobulumko. Uza kuphakanyiselwa phezulu,Uza kunyuswa aze aphakanyiswe kakhulu.+