Isaya 55:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Jonga! Uza kubiza uhlanga ongalwaziyo,Nabantu bohlanga ababengakwazi baza kubalekela kuwe,Ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli,Kuba uza kukuzukisa.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 55:5 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 241-242
5 Jonga! Uza kubiza uhlanga ongalwaziyo,Nabantu bohlanga ababengakwazi baza kubalekela kuwe,Ngenxa kaYehova uThixo wakho,+ Lowo Ungcwele kaSirayeli,Kuba uza kukuzukisa.+