Isaya 58:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 58 “Vula umqala, ukhwaze kakhulu; ungayeki! Khwaza kakhulu kube ngathi kuvakala ixilongo. Chazela abantu bam indlela abangathobelanga ngayo,+Uchazele indlu kaYakobi izono zayo. Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 58:1 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 276-277
58 “Vula umqala, ukhwaze kakhulu; ungayeki! Khwaza kakhulu kube ngathi kuvakala ixilongo. Chazela abantu bam indlela abangathobelanga ngayo,+Uchazele indlu kaYakobi izono zayo.