Isaya 60:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Iindonga zakho ziza kwakhiwa ngabantu basemzini,Nookumkani babo bakusebenzele,+Nakuba ndakubetha xa ndandicaphukile,Kodwa xa ndixolile* ndiza kukuphatha ngenceba.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 60:10 IMboniselo,7/1/2002, iphe. 13-14 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 311-313
10 Iindonga zakho ziza kwakhiwa ngabantu basemzini,Nookumkani babo bakusebenzele,+Nakuba ndakubetha xa ndandicaphukile,Kodwa xa ndixolile* ndiza kukuphatha ngenceba.+