Isaya 60:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Endaweni yokuba ngolahliweyo nothiyiweyo, kungekho mntu unqumla kuwe,+Ndiza kukwenza umthombo webhongo neqhayiya likanaphakade,Isizathu sokuvuya kuzo zonke izizukulwana.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 60:15 IMboniselo,7/1/2002, iphe. 15 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 315-316
15 Endaweni yokuba ngolahliweyo nothiyiweyo, kungekho mntu unqumla kuwe,+Ndiza kukwenza umthombo webhongo neqhayiya likanaphakade,Isizathu sokuvuya kuzo zonke izizukulwana.+