Isaya 63:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kanye njengemfuyo xa isehlela kwithafa elisentlanjeni,Umoya kaYehova wabanceda baphumla.”+ Leyo yindlela owabakhokela ngayo abantu bakho,Ukuze ulenze longame* igama lakho.+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 63:14 Isiprofeto SikaIsaya II, iphe. 357-359
14 Kanye njengemfuyo xa isehlela kwithafa elisentlanjeni,Umoya kaYehova wabanceda baphumla.”+ Leyo yindlela owabakhokela ngayo abantu bakho,Ukuze ulenze longame* igama lakho.+