Yeremiya 2:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Intombi engazange yalala nandoda ingazilibala na izihombo zayo?Umtshakazi angasilibala na isinxibo sakhe sobutshakazi? Kodwa bona abantu bam baye bandilibala ixesha elide.+
32 Intombi engazange yalala nandoda ingazilibala na izihombo zayo?Umtshakazi angasilibala na isinxibo sakhe sobutshakazi? Kodwa bona abantu bam baye bandilibala ixesha elide.+