Yeremiya 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukuthengisa kwakhe ngomzimba wakuthatha njengento engenamsebenzi, waqhubeka elingcolisa ilizwe waza wakrexeza* namatye nemithi;+
9 Ukuthengisa kwakhe ngomzimba wakuthatha njengento engenamsebenzi, waqhubeka elingcolisa ilizwe waza wakrexeza* namatye nemithi;+