Yeremiya 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko ke, indlela endenza ngayo eShilo,+ ndiza kwenza ngayo nakwindlu enithembele ngayo+ enegama lam,+ nakule ndawo endayinika nina nookhokho benu.
14 Ngoko ke, indlela endenza ngayo eShilo,+ ndiza kwenza ngayo nakwindlu enithembele ngayo+ enegama lam,+ nakule ndawo endayinika nina nookhokho benu.