Yeremiya 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Abafazi babo ndiza kubanikela kwamanye amadoda,Amasimi abo ndiwanike abanye;+Kuba ukususela koyena mncinci ukuya koyena mkhulu, ngamnye uzenzela inzuzo ngamaqhinga;+Ukususela kumprofeti ukuya kumbingeleli, ngamnye uqhubeka esenza amaqhinga.+
10 Abafazi babo ndiza kubanikela kwamanye amadoda,Amasimi abo ndiwanike abanye;+Kuba ukususela koyena mncinci ukuya koyena mkhulu, ngamnye uzenzela inzuzo ngamaqhinga;+Ukususela kumprofeti ukuya kumbingeleli, ngamnye uqhubeka esenza amaqhinga.+