Yeremiya 10:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+
7 Ngubani na ofanele angakoyiki, owu Kumkani weentlanga,+ kuba kukufanele ukoyikwa;Kuba phakathi kwezilumko zonke zeentlanga naphakathi kwazo zonke izizwe zazo,Akukho namnye unjengawe.+