Yeremiya 15:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ndiza kubenza into eyoyikekayo kuzo zonke izizwe zomhlaba+ ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yento awayenza eYerusalem.+
4 Ndiza kubenza into eyoyikekayo kuzo zonke izizwe zomhlaba+ ngenxa kaManase unyana kaHezekiya, ukumkani wakwaYuda, ngenxa yento awayenza eYerusalem.+