Yeremiya 24:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi ukuba ndinguYehova.+ Baza kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo,+ kuba baza kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 24:7 IMboniselo,3/15/2013, iphe. 8-9
7 Ndiza kubanika nentliziyo yokundazi ukuba ndinguYehova.+ Baza kuba ngabantu bam, nam ndibe nguThixo wabo,+ kuba baza kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.+