Yeremiya 32:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 ndaza olo xwebhu lwesivumelwano lufakwe isitampu ndalunika uBharuki+ unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya, phambi kukaHanameli unyana kaShalum, amangqina awayebhalile kulo nawo onke amaYuda awayehleli kwiYadi Yoonogada.+
12 ndaza olo xwebhu lwesivumelwano lufakwe isitampu ndalunika uBharuki+ unyana kaNeriya+ unyana kaMahaseya, phambi kukaHanameli unyana kaShalum, amangqina awayebhalile kulo nawo onke amaYuda awayehleli kwiYadi Yoonogada.+