Yeremiya 38:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Uthi uYehova, ‘Ngokuqinisekileyo esi sixeko siza kunikelwa kumkhosi kakumkani waseBhabhiloni, yaye uza kusithimba.’”+
3 Uthi uYehova, ‘Ngokuqinisekileyo esi sixeko siza kunikelwa kumkhosi kakumkani waseBhabhiloni, yaye uza kusithimba.’”+