Yeremiya 39:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Umkhosi wamaKhaledi wabaleqa, waza wamfumana uZedekiya kwintlango yaseYeriko.+ Wambamba waza wamzisa kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze agwebe.
5 Umkhosi wamaKhaledi wabaleqa, waza wamfumana uZedekiya kwintlango yaseYeriko.+ Wambamba waza wamzisa kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze agwebe.