Yeremiya 43:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa nguBharuki+ unyana kaNeriya okuqhubayo, kuba efuna sisiwe kumaKhaledi ukuze asibulale, okanye asithimbele eBhabhiloni.”+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 43:3 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 19
3 Kodwa nguBharuki+ unyana kaNeriya okuqhubayo, kuba efuna sisiwe kumaKhaledi ukuze asibulale, okanye asithimbele eBhabhiloni.”+