IZililo 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngemihla yentlungu yayo nokungabi namakhaya kwabantu bayo, iYerusalem ikhumbulaZonke izinto zayo ezixabisekileyo zemihla yakudala.+ Xa abantu bayo bawela ezandleni zotshaba kwaye ingenamncedi,+Iintshaba zayibona zahleka* ngenxa yokuwa kwayo.+
7 Ngemihla yentlungu yayo nokungabi namakhaya kwabantu bayo, iYerusalem ikhumbulaZonke izinto zayo ezixabisekileyo zemihla yakudala.+ Xa abantu bayo bawela ezandleni zotshaba kwaye ingenamncedi,+Iintshaba zayibona zahleka* ngenxa yokuwa kwayo.+