IZililo 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ukungcola kwayo kusempahleni yayo. Khange icinge ngekamva layo,+ Ukuwa kwayo kuyothusa, ayinamthuthuzeli. Owu Yehova, khawubone intlungu yam, kuba utshaba luzikhukhumalisile.+
9 Ukungcola kwayo kusempahleni yayo. Khange icinge ngekamva layo,+ Ukuwa kwayo kuyothusa, ayinamthuthuzeli. Owu Yehova, khawubone intlungu yam, kuba utshaba luzikhukhumalisile.+