Hezekile 18:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 akukho mntu amphatha kakubi,+ kodwa uyayibuyisa into ayinikwe njengesibambiso ngumntu omtyalayo;+ akaphangi nabani na,+ kodwa umnika ukutya kwakhe umntu olambileyo+ aze amambathise ohamba ze;+
7 akukho mntu amphatha kakubi,+ kodwa uyayibuyisa into ayinikwe njengesibambiso ngumntu omtyalayo;+ akaphangi nabani na,+ kodwa umnika ukutya kwakhe umntu olambileyo+ aze amambathise ohamba ze;+