Hezekile 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 uze uthi,‘Wayeyintoni na umama wakho? Wayeyimazi yengonyama phakathi kweengonyama. Wahlala phakathi kweengonyama ezinamandla* waza wakhulisa amathole akhe.
2 uze uthi,‘Wayeyintoni na umama wakho? Wayeyimazi yengonyama phakathi kweengonyama. Wahlala phakathi kweengonyama ezinamandla* waza wakhulisa amathole akhe.