Hezekile 23:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wazikhanuka izithandwa zakhe okwabafazi abakhanuka* amadoda anamalungu obudoda afana naweedonki nanamalungu enzala afana nawamahashe.
20 Wazikhanuka izithandwa zakhe okwabafazi abakhanuka* amadoda anamalungu obudoda afana naweedonki nanamalungu enzala afana nawamahashe.