Hezekile 25:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 ndininikela ebantwini baseMpuma nibe lilifa labo. Baza kumisa iinkampu zabo* phakathi kwenu, bamise neentente zabo phakathi kwenu. Baza kutya iziqhamo zenu, basele nobisi lwenu.
4 ndininikela ebantwini baseMpuma nibe lilifa labo. Baza kumisa iinkampu zabo* phakathi kwenu, bamise neentente zabo phakathi kwenu. Baza kutya iziqhamo zenu, basele nobisi lwenu.