Hezekile 31:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ayikho imisedare eyayinokufaniswa nawo emyezweni kaThixo.+ Akukho mthi wejunipha wawunamasebe alingana nawawo,Nawemithi yompleyini ayengathathi nto kuwo. Akukho mthi emyezweni kaThixo wawunokukhuphisana nawo ngobuhle.
8 Ayikho imisedare eyayinokufaniswa nawo emyezweni kaThixo.+ Akukho mthi wejunipha wawunamasebe alingana nawawo,Nawemithi yompleyini ayengathathi nto kuwo. Akukho mthi emyezweni kaThixo wawunokukhuphisana nawo ngobuhle.