-
Daniyeli 2:35IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
35 Ngelo xesha, intsimbi, udongwe, ikopolo, isilivere negolide, zatyumka xa zizonke. Zaba njengomququ kwibala lokubhula lasehlotyeni. Umoya waziphephetha, akwashiyeka kwanto. Kodwa lona ilitye elabetha loo mfanekiso laba yintaba enkulu, laza lagcwala umhlaba wonke.
-