Daniyeli 2:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 “Ngemihla yabo kumkani uThixo wezulu uza kumisa ubukumkani*+ obungasoze butshatyalaliswe.+ Obu bukumkani* abuzukudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buza kubutyumza bubuphelise bonke obunye ubukumkani,*+ buze bona buhlale bukho ngonaphakade,+ Daniyeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:44 Okufundiswa YiBhayibhile, iphe. 81 IMboniselo,9/15/2012, iphe. 7 8/15/2012, iphe. 30 6/15/2012, iphe. 17 Vukani!,5/2011, iphe. 16-17 “Sonke ISibhalo”, iphe. 142
44 “Ngemihla yabo kumkani uThixo wezulu uza kumisa ubukumkani*+ obungasoze butshatyalaliswe.+ Obu bukumkani* abuzukudluliselwa kubo nabaphi na abanye abantu.+ Buza kubutyumza bubuphelise bonke obunye ubukumkani,*+ buze bona buhlale bukho ngonaphakade,+
2:44 Okufundiswa YiBhayibhile, iphe. 81 IMboniselo,9/15/2012, iphe. 7 8/15/2012, iphe. 30 6/15/2012, iphe. 17 Vukani!,5/2011, iphe. 16-17 “Sonke ISibhalo”, iphe. 142