Daniyeli 2:49 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 49 Ecelwe nguDaniyeli, ukumkani wenza uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ abalawuli bephondo laseBhabhiloni,* kodwa yena uDaniyeli wasebenza endlini kakumkani.
49 Ecelwe nguDaniyeli, ukumkani wenza uShadraki, uMeshaki noAbhednego+ abalawuli bephondo laseBhabhiloni,* kodwa yena uDaniyeli wasebenza endlini kakumkani.