Daniyeli 6:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wasuka uDaniyeli wagqama ukogqitha la magosa aphakamileyo nabaphathiswa, kuba wayenomoya ongaqhelekanga,+ ibe ukumkani wazimisela ukumnyusela ukuze aphathe kubo bonke ubukumkani bakhe.*
3 Wasuka uDaniyeli wagqama ukogqitha la magosa aphakamileyo nabaphathiswa, kuba wayenomoya ongaqhelekanga,+ ibe ukumkani wazimisela ukumnyusela ukuze aphathe kubo bonke ubukumkani bakhe.*