Hoseya 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Xa kanye ndimphilisa uSirayeli,Isono sikaEfrayim siyabhenceka,+Nezinto ezimbi zaseSamariya.+ Kuba bayaxoka;+Amasela ayaqhekeza nemigulukudu iyagqugqisa ngaphandle.+
7 “Xa kanye ndimphilisa uSirayeli,Isono sikaEfrayim siyabhenceka,+Nezinto ezimbi zaseSamariya.+ Kuba bayaxoka;+Amasela ayaqhekeza nemigulukudu iyagqugqisa ngaphandle.+