Yona 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Xa uThixo wokwenene wayibonayo into abayenzayo, indlela abajika ngayo kwiindlela zabo ezimbi,+ wayiyeka intlekele* awayethe uza kubazisela yona, waza akayizisa.+ Yona ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:10 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 120-121 IMboniselo,4/1/2009, iphe. 15-16 7/15/2003, iphe. 17
10 Xa uThixo wokwenene wayibonayo into abayenzayo, indlela abajika ngayo kwiindlela zabo ezimbi,+ wayiyeka intlekele* awayethe uza kubazisela yona, waza akayizisa.+