Mika 7:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sukundivuyelela lutshabandini* lwam. Nangona ndiwile, ndiza kuvuka.Nangona ndihlala ebumnyameni, uYehova uza kuba kukukhanya kwam.
8 Sukundivuyelela lutshabandini* lwam. Nangona ndiwile, ndiza kuvuka.Nangona ndihlala ebumnyameni, uYehova uza kuba kukukhanya kwam.