Zekariya 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 IAshkelon iza kuyibona loo nto, yoyike;IGaza iza kugcuma ziintlungu,Ne-Ekron, ngenxa yokuhlaziswa kwethemba layo. Ukumkani waseGaza uza kutshabalala,NeAshkelon ayizukuba nabantu abahlala kuyo.+
5 IAshkelon iza kuyibona loo nto, yoyike;IGaza iza kugcuma ziintlungu,Ne-Ekron, ngenxa yokuhlaziswa kwethemba layo. Ukumkani waseGaza uza kutshabalala,NeAshkelon ayizukuba nabantu abahlala kuyo.+