Malaki 3:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Kodwa ngubani oza kuyinyamezela imini yokuza kwakhe, yaye ngubani oza kukwazi ukuma xa ebonakala? Kuba uza kufana nomlilo womsulungekisi nanjengesepha*+ yabantu abahlamba iimpahla. Malaki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:2 IMboniselo,11/15/2014, iphe. 30 UBukumkani BukaThixo Buyalawula!, iphe. 22-23
2 “Kodwa ngubani oza kuyinyamezela imini yokuza kwakhe, yaye ngubani oza kukwazi ukuma xa ebonakala? Kuba uza kufana nomlilo womsulungekisi nanjengesepha*+ yabantu abahlamba iimpahla.