Mateyu 6:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa wena, xa uthandaza, yiya egumbini lakho, uvale umnyango uze uthandaze kuTata wakho osemfihlekweni.+ Yena uTata wakho obona emfihlekweni uza kukusikelela. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:6 IMboniselo,10/1/2010, iphe. 9 2/15/2009, iphe. 16 2/1/2007, iphe. 19
6 Kodwa wena, xa uthandaza, yiya egumbini lakho, uvale umnyango uze uthandaze kuTata wakho osemfihlekweni.+ Yena uTata wakho obona emfihlekweni uza kukusikelela.