Mateyu 6:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Bukelani iintaka;+ azityali mbewu, azivuni ibe aziqokeleli kutya koovimba, kodwa zondliwa nguTata wenu osemazulwini. Anibalulekanga ngaphezu kwazo na nina? Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:26 IMboniselo (Efundwayo),7/2016, iphe. 9-10 Vukani!,8/2014, iphe. 11 IMboniselo,6/15/2003, iphe. 31
26 Bukelani iintaka;+ azityali mbewu, azivuni ibe aziqokeleli kutya koovimba, kodwa zondliwa nguTata wenu osemazulwini. Anibalulekanga ngaphezu kwazo na nina?
6:26 IMboniselo (Efundwayo),7/2016, iphe. 9-10 Vukani!,8/2014, iphe. 11 IMboniselo,6/15/2003, iphe. 31