Mateyu 7:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 “Ayingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaza kungena eBukumkanini bamazulu, kodwa kuza kungena kuphela lowo wenza ukuthanda kukaTata osemazulwini.+
21 “Ayingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaza kungena eBukumkanini bamazulu, kodwa kuza kungena kuphela lowo wenza ukuthanda kukaTata osemazulwini.+