Mateyu 8:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko uYesu wathi kwelo gosa: “Hamba. Ngenxa yokholo lwakho, mayenzeke le nto uyicelileyo.”+ Isicaka selo gosa saphila kanye ngaloo yure.+
13 Emva koko uYesu wathi kwelo gosa: “Hamba. Ngenxa yokholo lwakho, mayenzeke le nto uyicelileyo.”+ Isicaka selo gosa saphila kanye ngaloo yure.+