Mateyu 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko, xa wayesimka apho, uYesu wabona indoda egama linguMateyu ihleli kwiofisi yerhafu, wathi kuyo: “Yiba ngumlandeli wam.” Yaphakama ngoko nangoko, yamlandela.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:9 Umntu Obalaseleyo, isahl. 27
9 Emva koko, xa wayesimka apho, uYesu wabona indoda egama linguMateyu ihleli kwiofisi yerhafu, wathi kuyo: “Yiba ngumlandeli wam.” Yaphakama ngoko nangoko, yamlandela.+