Mateyu 11:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ndiyaniqinisekisa ukuba, kwabo bazelwe ngabafazi akuveliswanga omkhulu kunoYohane umBhaptizi; kodwa oyena mntu uphantsi eBukumkanini bamazulu mkhulu kunaye.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:11 IMboniselo,1/15/2008, iphe. 21 Umntu Obalaseleyo, isahl. 38 “Sonke ISibhalo”, iphe. 174
11 Ndiyaniqinisekisa ukuba, kwabo bazelwe ngabafazi akuveliswanga omkhulu kunoYohane umBhaptizi; kodwa oyena mntu uphantsi eBukumkanini bamazulu mkhulu kunaye.+