Mateyu 11:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Wena Kapernahum,+ ngaba mhlawumbi uza kunyuselwa ezulwini? Hayi, uza kwehlela engcwabeni;*+ kaloku ukuba imimangaliso eyenzeke kuwe yayenzeke eSodom, ngeyisekho nanamhlanje. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:23 Umntu Obalaseleyo, isahl. 39
23 Wena Kapernahum,+ ngaba mhlawumbi uza kunyuselwa ezulwini? Hayi, uza kwehlela engcwabeni;*+ kaloku ukuba imimangaliso eyenzeke kuwe yayenzeke eSodom, ngeyisekho nanamhlanje.