Mateyu 13:57 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 57 Ngoko bacaphuka.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo nakwikhaya lakhe.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:57 Umntu Obalaseleyo, isahl. 48
57 Ngoko bacaphuka.+ Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo nakwikhaya lakhe.”+