Mateyu 15:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 wazithatha ezo zonka zisixhenxe nezo ntlanzi, wabulela, waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, bona banika abantu.+
36 wazithatha ezo zonka zisixhenxe nezo ntlanzi, wabulela, waziqhekeza, wazinika abafundi bakhe, bona banika abantu.+