Mateyu 17:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wathi kubo: “Kungenxa yokuba ukholo lwenu luncinci. Kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, ukuba nje ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, ninokuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ ize isuke, ibe ayikho into eningenakukwazi ukuyenza.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:20 IMboniselo,1/15/2008, iphe. 30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 61
20 Wathi kubo: “Kungenxa yokuba ukholo lwenu luncinci. Kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, ukuba nje ninokholo olulingana nokhozo lwemostade, ninokuthi kule ntaba, ‘Suka apha uye phaya,’ ize isuke, ibe ayikho into eningenakukwazi ukuyenza.”+