Mateyu 18:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kodwa kuba wayengenandlela yokubhatala, inkosi yakhe yayalela ukuba athengiswe, kuthengiswe umfazi wakhe, abantwana bakhe nayo yonke into anayo, ukuze kubhatalwe elo tyala.+
25 Kodwa kuba wayengenandlela yokubhatala, inkosi yakhe yayalela ukuba athengiswe, kuthengiswe umfazi wakhe, abantwana bakhe nayo yonke into anayo, ukuze kubhatalwe elo tyala.+