Mateyu 19:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kuba kukho abantu abangakwazi kutshata* kuba bazalwa benjalo, kubekho abo bangakwazi kutshata* kuba bethenwe ngabantu, kukwakho nabo bangatshati* ngenxa yoBukumkani bamazulu. Lowo unako ukuhlala engatshatanga, makenjenjalo.”+
12 Kuba kukho abantu abangakwazi kutshata* kuba bazalwa benjalo, kubekho abo bangakwazi kutshata* kuba bethenwe ngabantu, kukwakho nabo bangatshati* ngenxa yoBukumkani bamazulu. Lowo unako ukuhlala engatshatanga, makenjenjalo.”+