Mateyu 21:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UYohane wayethunywe ngubani ukuba abhaptize? NguThixo okanye ngabantu?” Kodwa bathetha bodwa besithi: “Ukuba sithi, ‘Wayethunywe nguThixo,’ uza kuthi, ‘Kwakutheni ke ze ningamkholelwa?’+
25 UYohane wayethunywe ngubani ukuba abhaptize? NguThixo okanye ngabantu?” Kodwa bathetha bodwa besithi: “Ukuba sithi, ‘Wayethunywe nguThixo,’ uza kuthi, ‘Kwakutheni ke ze ningamkholelwa?’+