Mateyu 22:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Bathumela abafundi babo neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha inyani ibe ufundisa inyani ngoThixo, awuzicengezeli mntwini kuba awukhethi buso. Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 22:16 Umntu Obalaseleyo, isahl. 108
16 Bathumela abafundi babo neqela labalandeli bakaHerode,+ besithi: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha inyani ibe ufundisa inyani ngoThixo, awuzicengezeli mntwini kuba awukhethi buso.