Mateyu 23:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Niza kuthi shu nina babhali nani baFarisi, bahanahanisindini!* ngenxa yokuba nivalela abantu ukuba bangabufumani uBukumkani bamazulu kuba nina anizukubufumana, ibe nababufunayo anibavumeli ukuba babufumane.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 23:13 IMboniselo,11/15/2001, iphe. 21
13 “Niza kuthi shu nina babhali nani baFarisi, bahanahanisindini!* ngenxa yokuba nivalela abantu ukuba bangabufumani uBukumkani bamazulu kuba nina anizukubufumana, ibe nababufunayo anibavumeli ukuba babufumane.+