Mateyu 26:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Emva koko uYesu weza nabafundi bakhe kwindawo ekuthiwa yiGetsemane,+ wathi kubo: “Hlalani apha, ndisayokuthandaza phaya.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:36 Umntu Obalaseleyo, isahl. 117
36 Emva koko uYesu weza nabafundi bakhe kwindawo ekuthiwa yiGetsemane,+ wathi kubo: “Hlalani apha, ndisayokuthandaza phaya.”+