-
Mateyu 26:45IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
45 Emva koko wabuyela kubafundi bakhe waza wathi kubo: “Nilala njani ngexesha elibaluleke kangaka! Jongani! Lifikile ixesha lokuba uNyana womntu anikelwe ezandleni zaboni.
-